Wethemba (Double Touch Remix)-文本歌词

Wethemba (Double Touch Remix)-文本歌词

Almared&Raw Sugar&Bukeka
发行日期:

Mandihambe nawe

Kuzo zonk'indlela zam

Ndlebe yam ikuvuke

Ndiyakwethemba ndiyakwethemba

Mandihambe nawe

Kuzo zonk'indlela zam

Ndlebe yam ikuve

Ndiyakwethemba ndiyakwethemba

Hlala nam ndihlale kuwe

Ndiyakwethemba ndiyakwethemba

Ungukumkani izulu lelakho

Wawukhona kwasemandulo

Wawukhona kwasemandulo

Ungukumkani izulu lelakho

Wawukhona kwasemandulo

Wawukhona kwasemandulo

Phambili asijiki

Phambili asijiki

Phambili asijiki

Phambili

Ungukumkani izulu lelakho

Wawukhona kwasemandulo

Wawukhona kwasemandulo

Ungukumkani izulu lelakho

Wawukhona kwasemandulo

Wawukhona kwasemandulo

Hlala nam ndihlale kuwe

Hahahahahah

Ungukumkani izulu lelakho

Wawukhona kwasemandulo

wawukhona kwasemandulo

Ungukumkani izulu lelakho

Wawukhona kwasemandulo

Wawukhona kwasemandulo

Phambili asijiki

Phambili asijiki

Phambili asijiki

Phambili

Mandihambe nawe

Kuzo zonk'indlela zam

Ndlebe yam ikuve

Ndiyakwethemba ndiyakwethemba

Mandihambe nawe

Kuzo zonk'indlela zam

Ndlebe yam ikuve

Ndiyakwethemba

Ndiyakwethemba